Search
Now showing items 1-2 of 2
Umba wongqamano-ngqo kuguqulo-lwimi kwiincwadi zikaSindiwe Magona: “Kubantwana Babantwana Bam” kwakunye no- “To My Children’s Children”.
(University of Western Cape, 2020)
Uguqulo-lwimi lwalungathathelwa ngqalelo kakhulu kuba lwalusetyenziselwa ukufezekisa iinjongo ezithile kuba ubani lowo ezazi iilwimi ezo. Injongo yayikukugqithisa umyalezo wombhalo wolwimi oluguqulwayo/ lwemveli. Ungothuki, ...
Izakhono zolwimi zeembongi zomthonyama esixhoseni
(University of the Western Cape, 2021)
Olu phando lwahlula-hlulwe lwanezahluko ezintandathu. Zonke ezi zahluko ziqulathe okubalulekileyo malunga nokuveza izakhono zolwimi zeembongi zomthonyama esiXhoseni. Isahluko sokuqala siqulathe intshayelelo, iinjongo ...