Show simple item record

dc.contributor.advisorMokapela, S
dc.contributor.authorMxunyelwa, Dalutando Maxwell
dc.date.accessioned2021-03-26T07:34:44Z
dc.date.available2021-03-26T07:34:44Z
dc.date.issued2020
dc.identifier.urihttp://hdl.handle.net/11394/8061
dc.descriptionMagister Artium - MAen_US
dc.description.abstractUguqulo-lwimi lwalungathathelwa ngqalelo kakhulu kuba lwalusetyenziselwa ukufezekisa iinjongo ezithile kuba ubani lowo ezazi iilwimi ezo. Injongo yayikukugqithisa umyalezo wombhalo wolwimi oluguqulwayo/ lwemveli. Ungothuki, mfundi xa kusetyenziswe elinye igama, umzekelo umbhalo wolwimi oluguqulwayo sizakuthi yi-ST, gama elo elisukela kushunqulelo lwesiNgesi u-Source Text. Wona umbhalo wolwimi ekuguqulelwa kulo/ekubhekiswa kulo yi-TT, osukela kushunqulelo lwesiNgesi u-Target Text. Izifundo zoguqulo-lwimi zikhule ngokumandla kwaye zinike umdla omkhulu kwiingcali. Phakathi kwezinye iingcali kungabalulwa uVermeer (1989) oweza nethiyori ekuthiwa siSkoposi. UVermeer ungomnye phakathi kwezinye iingcali ezathatha uguqulo-lwimi njengomsebenzi (function). Uthi, umsebenzi ngamnye uphenjelelwa yinjongo. Kulapho ezinye iingcali zathathela khona ziveza iziseko ezisemthethweni zoguqulo-lwimi ngokomsebenzi.en_US
dc.language.isoenen_US
dc.publisherUniversity of Western Capeen_US
dc.subjectUguqulo-lwimien_US
dc.subjectUguqulo ngenjongoen_US
dc.subjectUngqamano-ngqoen_US
dc.subjectIndlela yangaphandleen_US
dc.subjectIndlela yangaphakathien_US
dc.titleUmba wongqamano-ngqo kuguqulo-lwimi kwiincwadi zikaSindiwe Magona: “Kubantwana Babantwana Bam” kwakunye no- “To My Children’s Children”.en_US
dc.title.alternative(The issue of equivalence in translation in the books of Sindiwe Magona: “Kubantwana Babantwana Bam” and “To My Children’s Children”)en_US
dc.rights.holderUniversity of Western Capeen_US


Files in this item

Thumbnail

This item appears in the following Collection(s)

Show simple item record